Ke mna ndiyazi ukuba umhlawuleli wam uhleli;Engowokuphela, uya kusuka éme phezu kothuli lwehlabathi.