Uyobhi 19:15-18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

15. Abahlala endlwini yam, nabakhonzazana bam,Bandibalele ekuthini ndingowasemzini,Ndingowolunye uhlanga emehlweni abo.

16. Ndibiza umkhonzi wam, angasabeli;Ndimbongoze ngomlomo wam.

17. Umoya wam umkruqule umkam;Ndiyanuka kubantwana besizalo esandizalayo.

18. Namakhwenkwe ayandicekisa;Ndakusuka, asuka athethe ngam.

Uyobhi 19