Uyobhi 17:4-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ngokuba intliziyo yabo ùyifihlele ukuqiqa;Ngenxa yoko akuyi kubaphakamisa.

5. Unikela abahlobo ukuba babe ngamaxhoba,Amehlo abantwana bakhe aze aphelelwe.

6. Undimise ndaba ngumzekeliso ezizweni;Ndaba ngotshicelwa ebusweni.

7. Laza lanorhatyazo iliso lam kukukhathazeka;Amalungu am aba njengesithunzi onke ephela.

Uyobhi 17