Uyobhi 17:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Umoya wam wonakele, imihla yam icinyiwe,Into yam ngamangcwaba.

2. Inene ndiyinto abadlala ngayo,Neliso lam lilibéle ziinkani zabo.

3. Khawubeke into, undimele;Ngubani na yena oya kubambana nam ngesandla?

Uyobhi 17