Uyobhi 15:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Wasusela uElifazi wakwaTeman, wathi, Isilumko siphendula ngokwazi okungumoya na,Sizalise umbilini waso ngolophu