Uyobhi 14:21-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Bayazuka abantwana bakhe, angazi yena;Baba ziimbedlenge, angagqali yena. Kuye yedwa ibuhlungu inyama