Uyobhi 14:20-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. Ùthi gaga phezu kwakhe kuphele, emke;Uguqula ubuso bakhe, umgxothe.

21. Bayazuka abantwana bakhe, angazi yena;Baba ziimbedlenge, angagqali yena.

22. Kuye yedwa ibuhlungu inyama yakhe,Umphefumlo wakhe uyalila ngaphakathi.

Uyobhi 14