Uyobhi 14:15-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

15. Ubungábizayo ke, ndisabele mna,Uwulangazèle umsebenzi wezandla zakho.

16. Kuba ngoku uyawabala amabanga am,Àkuzigcinile ngenxa yesono sam.

17. Sitywiniwe savingcelwa engxoweni isikreqo sam;Wahlomela ebugwenxeni bam.

Uyobhi 14