Uyobhi 11:15-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

15. Okunene, ùya kwandula ukubuphakamisa ubuso bakho bungenasisihla,Uthi bhuxe, ungoyiki.

16. Kuba wòkulibala ukwaphuka kwakho,Ukukhumbule njengamanzi adluleyo;

17. Ukudla kwakho ubomi kuvuke, kuqaqambe ngaphezu kwemini enkulu;Nakuba kusongelwe emnyameni, kokhanya njengokusa.

Uyobhi 11