Uyobhi 11:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wasusela uTsofare waseNahama, wathi,

2. Le nto ininzi yamazwi ayikuphendulwa na,Indoda elipholopholo igwetyelwe na?

3. Ukuphololoza kwakho kuya kubetha athi tu na amadoda,Ukuba ugculele, kungabikho ukuhlazayo?

Uyobhi 11