Uyobhi 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Esathetha lo, kwafika omnye wathi, AmaKaledi amisa amaqela amathathu azingenela iinkamela, azithimba, ababulala abafana ngohlangothi lwekrele; kwasinda mna ndedwa, ukuza kukuxelela.

Uyobhi 1

Uyobhi 1:14-22