Uyobhi 1:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuSathana, Yabona, konke anako kusesandleni sakho; ke kuye ngokwakhe musa ukusa sandla sakho. Waphuma ke uSathana, wemka ebusweni bukaYehova.

Uyobhi 1

Uyobhi 1:5-17