Uyeremiya 9:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Elowo uyamkhohlisa ummelwane wakhe, abathethi nyaniso; bafundisa ulwimi lwabo ukuthetha ubuxoki, bazidìnise ngokwenza okugwenxa.

Uyeremiya 9

Uyeremiya 9:1-15