Uyeremiya 9:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akwaba bendinendawo yokulalisa kwabahambi entlango; bendiya kubashiya abantu bakowethu, ndimke kubo! Ngokuba bonke ngabakrexezi, yingqungquthela yamanginingini.

Uyeremiya 9

Uyeremiya 9:1-9