Uyeremiya 9:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ilizwi lesimema livakala liphuma eZiyon, lisithi, Hayi, ukubhuqeka kwethu! Sidané kakhulu, kuba silishiyile ilizwe, kuba bewakhahlele phantsi amakhaya ethu.

Uyeremiya 9

Uyeremiya 9:12-22