Uyeremiya 8:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

anekwe elangeni, nasenyangeni, nasemkhosini wonke wezulu, izinto ezo ababezithanda, ababezikhonza, ababezilandela, ababequqela kuzo, ababequbuda kuzo; akayi kuhlanganiswa, akayi kungcwatywa, aya kuba ngumgquba phezu kobuso bomhlaba.

Uyeremiya 8

Uyeremiya 8:1-7