Uyeremiya 7:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke abaphulaphulanga, abayithobanga indlebe yabo; báhamba ngamaqhinga, ngobungqola bentliziyo yabo embi, bandinikela umhlana, ayaba bubuso.

Uyeremiya 7

Uyeremiya 7:22-34