Uyeremiya 7:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena ke, musa ukubathandazela aba bantu, ungaphimiseli kuhlahlamba nakuthandaza ngenxa yabo, ungandizami, ngokuba andiyi kukuphulaphula.

Uyeremiya 7

Uyeremiya 7:13-22