Uyeremiya 6:27-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Ndikwenzé umcikidi phakathi kwabantu bam njengenqaba, ukuze uyazi uyicikide indlela yabo.

28. Bonke bephela baziinjubaqa zazo iinjubaqa, behamba behleba; balubhedu nesinyithi, bonke bephela bayonakalisa.

29. Itshé ngumlilo imfutho, isekupheleni ilothe; bafumana benyibilikisa banyibilikise; abenzi bobubi abahlengeki.

30. Bayisilivere ecekisiweyo, ukubizwa kwabo, ngokuba uYehova ebacekisile.

Uyeremiya 6