Uyeremiya 6:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndizele bubushushu bukaYehova; ndidiniwe kubububamba. Bùphalazéle phezu komntwana esitratweni, naphezu kwembutho yamadodana kunye; ngokuba indoda kwanomfazi baya kubanjwa, amadoda amakhulu kwanabazele yimihla.

Uyeremiya 6

Uyeremiya 6:10-15