Uyeremiya 52:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ambamba ukumkani, anyuka naye, amsa kukumkani waseBhabheli eRibhela ezweni leHamati; wawathetha apho amatyala akhe.

Uyeremiya 52

Uyeremiya 52:6-15