Uyeremiya 52:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngomnyaka wamashumi amabini anamithathu kaNebhukadenetsare, uNebhuzaradan, umthetheli wabasiki, wafudusa amaYuda ayimiphefumlo emakhulu asixhenxe, anamanci mané anamihlanu. Yonke imiphefumlo yaba ngamawaka amané anamakhulu amathandathu.

Uyeremiya 52

Uyeremiya 52:29-34