Neentsika ezo, ukuphakama kwenye intsika kube kuziikubhite* ezilishumi elinesibhozo; umtya oziikubhite ezilishumi elinambini ubuyithandela, nezinyuko zayo beziyiminwe eminé; ibiholoholo.