Uyeremiya 52:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwizisweli zabantu, namasalela abantu ababesele phakathi komzi, namaphamba awaphambelayo kukumkani waseBhabheli, namasalela engxokolo, wawafudusa uNebhuzaradan, umthetheli wabasiki.

Uyeremiya 52

Uyeremiya 52:8-17