Uyeremiya 52:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamtyhaphaza amehlo uZedekiya, wamkhonkxa ngamakhamandela obhedu; ukumkani waseBhabheli wamsa eBhabheli, wamfaka entolongweni kwada kwayimini yokufa kwakhe.

Uyeremiya 52

Uyeremiya 52:9-19