Uyeremiya 51:62 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uze uthi, Yehova, wena uthethile ngale ndawo ukuyinqumla, ingàmiwa, kuthabathele kumntu kuse nakwinkomo; ke yona iya kuba ngamanxuwa angunaphakade.

Uyeremiya 51

Uyeremiya 51:55-64