Uyeremiya 51:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wemikhosi ufunge umphefumlo wakhe, esithi, Noko ndikuzalisileyo ngabantu, banga ziinkumbi ezinqunquthayo, kuya kususelwa ngawe ukwenziwa amayeyeye.

Uyeremiya 51

Uyeremiya 51:10-23