Uyeremiya 50:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

úya kudana kakhulu unyoko; úya kuba neentloni onizalayo. Yabonani, olokugqibela ezintlangeni luya kuba yintlango, umqwebedu, inkqantosi.

Uyeremiya 50

Uyeremiya 50:6-14