Uyeremiya 5:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba kufunyanwa abangendawo phakathi kwabantu bam; bayalalela ngokuncathama kwabathiyeli, benza isihogo, babambisa abantu.

Uyeremiya 5

Uyeremiya 5:17-31