Uyeremiya 5:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna anindoyiki na? utsho uYehova; anizibhijabhiji na ebusweni bam, mna ndiyibekileyo intlabathi yangumda wolwandle, yangummiselo ongunaphakade olungàwugqithiyo? Ayalatyuza amáza alo, angabi nakwenza nto; agqume, angawugqithi.

Uyeremiya 5

Uyeremiya 5:12-30