Uyeremiya 49:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ndizifungile mna, utsho uYehova, ndathi, IBhotsera iya kuba ngummangaliso, nesingcikivo, nenxuwa, nentshabhiso; nemizi yayo yonke ibe ngamanxuwa angunaphakade.

Uyeremiya 49

Uyeremiya 49:3-18