Uyeremiya 48:45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Phantsi komthunzi weHeshbhon kuya kuma abasabi abangenamandla; ngokuba kuya kuphuma umlilo eHeshbhon, nelangatye phakathi kwaSihon, udle ummandla wakwaMowabhi nokakayi lwabengxolo.

Uyeremiya 48

Uyeremiya 48:43-47