Uyeremiya 48:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yihla eluzukweni, uhlale phantsi kwelinenxano, mmi, ntombi yaseDibhon; ngokuba umbhuqi kaMowabhi unyuke weza kuwe, úzonakalisile iinqaba zakho.

Uyeremiya 48

Uyeremiya 48:10-27