Uyeremiya 47:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngenxa yemini eza kuwabhuqa onke amaFilisti, eza kunqumla eTire neTsidon bonke abasale banceda; ngokuba uYehova uyawabhuqa amaFilisti, amasalela onxweme lwaseKafetori.

Uyeremiya 47

Uyeremiya 47:1-7