Uyeremiya 46:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo imikhosi yayo eqeshiweyo phakathi kwayo injengamathole asesitalini; inene, nayo leyo ijikile, iyasaba kunye, ayimi; ngokuba úyifikele umhla wokusindeka kwayo, ixesha lokuvelelwa kwayo.

Uyeremiya 46

Uyeremiya 46:20-28