Uyeremiya 45:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ilizwi awalithethayo uYeremiya umprofeti kuBharuki unyana kaNeriya, ekuwabhaleni kwakhe encwadini la mazwi, ephuma emlonyeni kaYeremiya, ngomnyaka wesiné kaYoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi,

Uyeremiya 45

Uyeremiya 45:1-5