Uyeremiya 44:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baya kubuya ezweni leYiputa abasindé ekreleni, baye ezweni lakwaYuda bembalwa; alàzi onke amasalela akwaYuda, azileyo ezweni leYiputa ukuba aphambukele kulo, ukuba liliphi na ilizwi eliya kuma khona: lelam, lelabo, kusini na.

Uyeremiya 44

Uyeremiya 44:22-30