Uyeremiya 43:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYohanan unyana kaKareha, nabo bonke abathetheli bezimpi, bawathabatha onke amasalela akwaYuda, abebuyé evela ezintlangeni zonke abegxothelwe kuzo, ukuba aye kuphambukela ezweni lakwaYuda:

Uyeremiya 43

Uyeremiya 43:3-6