Uyeremiya 42:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Namadoda onke, abubhekise ubuso bawo eYiputa, ukuba aphambukele khona, aya kufa likrele, nayindlala, nayindyikitya yokufa, kungasali nanye kuwo, isindayo ebubini endiwazisela bona.

Uyeremiya 42

Uyeremiya 42:12-22