Uyeremiya 41:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma eMizpa uIshmayeli unyana kaNetaniya, waya kuwakhawulela, emana ehamba elila. Kwathi, akufika kuwo, wathi kuwo, Yizani kuGedaliya unyana ka-Ahikam.

Uyeremiya 41

Uyeremiya 41:4-12