Uyeremiya 41:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba babewoyika, ngokuba uIshmayeli unyana kaNetaniya ebembulele uGedaliya unyana ka-Ahikam, owayenziwe umveleli welizwe ngukumkani waseBhabheli.

Uyeremiya 41

Uyeremiya 41:8-18