Uyeremiya 40:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

NamaYuda onke abe ekwelakwaMowabhi, nakoonyana baka-Amon, nakwelakwaEdom, nabasemazweni onke, eva ukuba ukumkani waseBhabheli umise amasalela kwaYuda, nokuba umenzé umveleli wawo uGedaliya unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan.

Uyeremiya 40

Uyeremiya 40:2-13