Uyeremiya 4:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke wena ubhuqiweyo, uya kuthini na? Nokuba uthe wambatha ezibomvu, nokuba uthe wavatha izivatho zegolide, nokuba uthe wawazoba amehlo akho ngestibhiya,* ufumane wahomba; ziya kukucekisa izithandane, zifuna umphefumlo wakho,

Uyeremiya 4

Uyeremiya 4:23-31