Uyeremiya 39:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ke inxenye yabantu abazizisweli, abangenanto iyinto, uNebhuzaradan, inkulu yabasiki, wayishiya ezweni lakwaYuda, wayinika izidiliya namasimi ngaloo mhla.

Uyeremiya 39

Uyeremiya 39:1-12