Uyeremiya 38:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UEbhedi-meleki wathabatha amadoda lawo asesandleni sakhe, waya endlwini yokumkani ngaphantsi kwendlu yobuncwane, wathabatha khona amadlavu eengubo ezikrazukileyo nawezonakeleyo, wawathobela kuYeremiya emhadini ngezintya.

Uyeremiya 38

Uyeremiya 38:5-18