Uyeremiya 37:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke ukumkani uZedekiya wathumela, wamthabatha; ukumkani wambuza endlwini yakhe ngasese, wathi, Kukho lizwi na liphuma kuYehova? Wathi uYeremiya, Likho; wathi, Ùya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabheli.

Uyeremiya 37

Uyeremiya 37:11-21