Uyeremiya 37:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, esesangweni lakwaBhenjamin, ekhona nomphathi-balindi, ogama linguIriya unyana kaShelemiya, unyana kaHananiya, wambamba uYeremiya umprofeti, esithi, Ùphambela kumaKaledi.

Uyeremiya 37

Uyeremiya 37:5-20