Uyeremiya 37:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ukumkani uZedekiya unyana kaYosiya waba ngukumkani esikhundleni sikaKoniyahu unyana kaYehoyakim, owenziwa ukumkani ezweni lakwaYuda nguNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli.

Uyeremiya 37

Uyeremiya 37:1-10