Uyeremiya 36:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wabawisela umthetho ooYerameli unyana kakumkani, noSeraya unyana ka-Azeriyeli, noShelemiya unyana ka-Abhedeli, ukuba bambambe uBharuki umbhali noYeremiya umprofeti; uYehova wabazimeza.

Uyeremiya 36

Uyeremiya 36:22-32