Uyeremiya 36:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wehla waya endlwini yokumkani, egumbini lombhali. Nabo, behleli khona abathetheli bonke: ooElishama umbhali, noDelaya unyana kaShemaya, noElinatan unyana ka-Akebhore, noGemariya unyana kaShafan, noZedekiya unyana kaHananiya, nabathetheli bonke.

Uyeremiya 36

Uyeremiya 36:11-13